Jump to content

Imithetho yomdiki kaNewton

Kubuya ku Wikipedia

Imithetho yomdiki kaNewton yimithetho emithathu eyisisekelo yezobunguxa bakudala echaza ubudlelwano obuphakathi komdiki wento neziphoqi ezisebenza kuwo.